Ndavuma Lyrics By Jaziel Brothers
Ndavuma
Ndavuma, Ndiqal’ukumbona
Ndizazam’ukuythetha lendaba Kodw’enyanini andikwazi Ndizazam’ukuysusa lendaba Kodw’enyanini andikwazi
Kuthi ndicel’umngeni bo Xandibon’usisiza
Hawu kuthi ndicel’umngeni bo Xandibon’usisiza
Ndavuma ndaqonda ndavuma
Ndavuma ndaqonda ndavuma Ndiqal’ukumbona

Ngab’ikhona na indlel’okutsho
Ethi sisi yho yandchaza Ingab’ikhona na indlel’okutsho Ngoba ngathi uyazenzela la
Kuthi ndicel’umngeni bo Xandibon’usisiza
Hawu kuthi ndicel’umngeni bo Xandibon’usisiza
Ndavuma ndaqonda ndavuma
Ndavuma ndaqonda ndavuma Ndiqal’ukumbona
Ndavuma ndaqonda ndavuma
Ndavuma ndaqonda ndavuma Ndiqal’ukumbona
Ndavuma
Ndavuma, Ndiqal’ukumbona
Ndavuma
Ndavuma, Ndiqal’ukumbona
Kuthi ndicel’umngeni bo
Hawu kuthi ndicel’umngeni bo
Ndavuma ndaqonda ndavuma
Ndavuma ndaqonda ndavuma Ndiqal’ukumbona
Ndavuma ndaqonda ndavuma
Ndavuma ndaqonda ndavuma Ndiqal’ukumbona
Ndavuma ndaqonda ndavuma
Ndavuma ndaqonda ndavuma Ndiqal’ukumbona
Ndavuma ndaqonda ndavuma
Ndavuma ndaqonda ndavuma Ndiqal’ukumbona
Ndavuma Ndiqal’ukumbona
Ndavuma Ndiqal’ukumbona
Leave a Reply